INdumiso 24:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Nguye nabani na omsulwa ezandleni zakhe nohlambulukileyo entliziyweni,+Ongawuphathanga njengongento umphefumlo Wam,+Nongenzanga sifungo ngenkohliso.+ INdumiso 73:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 73 Eneneni uThixo ulungile kuSirayeli, kwabo bantliziyo zihlambulukileyo.+ IMizekeliso 22:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Othanda ukusulungeka kwentliziyo+—ngomtsalane wolwimi lwakhe uya kuba liqabane likakumkani.+ Tito 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Zonke izinto zihlambulukile kubantu abahlambulukileyo.+ Kodwa kubantu abazenze inqambi+ nabangenalukholo+ akukho nto ihlambulukileyo, kodwa iingqondo zabo nezazela zabo+ zidyobhekile.
4 Nguye nabani na omsulwa ezandleni zakhe nohlambulukileyo entliziyweni,+Ongawuphathanga njengongento umphefumlo Wam,+Nongenzanga sifungo ngenkohliso.+
15 Zonke izinto zihlambulukile kubantu abahlambulukileyo.+ Kodwa kubantu abazenze inqambi+ nabangenalukholo+ akukho nto ihlambulukileyo, kodwa iingqondo zabo nezazela zabo+ zidyobhekile.