1 Kronike 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 uYehoram unyana wakhe,+ uAhaziya+ unyana wakhe, uYehowashe+ unyana wakhe, 2 Kronike 21:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ekugqibeleni uYehoshafati walala kookhokho bakhe+ waza wangcwatywa nookhokho bakhe+ kwisiXeko sikaDavide; yaye uYehoram+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
21 Ekugqibeleni uYehoshafati walala kookhokho bakhe+ waza wangcwatywa nookhokho bakhe+ kwisiXeko sikaDavide; yaye uYehoram+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.