Mateyu 19:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Noko ke, uYesu wathi: “Bayekeni abantwana abaselula, ningabathinteli ukuza kum, kuba ubukumkani bamazulu bobabo banjalo.”+ 1 Korinte 14:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Bazalwana, musani ukuba ngabantwana abaselula emandleni okuqonda,+ kodwa yibani ziintsana ebubini;+ kanti yibani ngabakhule ngokupheleleyo emandleni okuqonda.+ 1 Petros 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 yaye, njengeentsana ezisandul’ ukuzalwa,+ langazelelani ubisi olungangxengwanga+ lwelizwi, ukuze ngalo nikhulele elusindisweni,+
14 Noko ke, uYesu wathi: “Bayekeni abantwana abaselula, ningabathinteli ukuza kum, kuba ubukumkani bamazulu bobabo banjalo.”+
20 Bazalwana, musani ukuba ngabantwana abaselula emandleni okuqonda,+ kodwa yibani ziintsana ebubini;+ kanti yibani ngabakhule ngokupheleleyo emandleni okuqonda.+
2 yaye, njengeentsana ezisandul’ ukuzalwa,+ langazelelani ubisi olungangxengwanga+ lwelizwi, ukuze ngalo nikhulele elusindisweni,+