IMizekeliso 15:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ukoyika uYehova kuyingqeqesho esa ebulumkweni,+ yaye ngaphambi kozuko kukho intobeko.+ Luka 9:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 waza wathi kubo: “Nabani na owamkela lo mntwana uselula egameni lam wamkela nam, yaye nabani na owamkela mna wamkela nalowo wandithumayo.+ Kuba lowo uziphatha njengomncinane+ phakathi kwenu nonke nguye omkhulu.”+ 1 Petros 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokunjalo, nina madodana, wathobeleni+ amadoda amakhulu. Bhinqani nonke ukuthobeka kwengqondo omnye ngakomnye,+ ngenxa yokuba uThixo ubachasile abo banekratshi, kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abo bathobekileyo.+
48 waza wathi kubo: “Nabani na owamkela lo mntwana uselula egameni lam wamkela nam, yaye nabani na owamkela mna wamkela nalowo wandithumayo.+ Kuba lowo uziphatha njengomncinane+ phakathi kwenu nonke nguye omkhulu.”+
5 Ngokunjalo, nina madodana, wathobeleni+ amadoda amakhulu. Bhinqani nonke ukuthobeka kwengqondo omnye ngakomnye,+ ngenxa yokuba uThixo ubachasile abo banekratshi, kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abo bathobekileyo.+