IMizekeliso 18:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Phambi kokuwa intliziyo yomntu iphakamile,+ yaye phambi kozuko kukho intobeko.+ Mateyu 18:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko ke, nabani na othe wazithoba+ njengalo mntwana uselula nguye ongoyena mkhulu ebukumkanini bamazulu;+ Mateyu 23:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Nabani na oziphakamisayo uya kuthotywa,+ yaye nabani na ozithobayo uya kuphakanyiswa.+
4 Ngoko ke, nabani na othe wazithoba+ njengalo mntwana uselula nguye ongoyena mkhulu ebukumkanini bamazulu;+