IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Marko 11:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Bafika eYerusalem. Apho wangena etempileni waza waqala ukubaphosa ngaphandle abo babethengisa nababethenga etempileni, kwaye wazibhukuqa iitafile zabatshintshi bemali nezihlalo ezide zabo babethengisa amahobe;+

  • Luka 19:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 Kwaye wangena etempileni waza wabakhupha abo babethengisa,+

  • Yohane 2:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngoko, emva kokwenza iziniya ngentsontelo, wabagxotha etempileni bonke abo babenezimvu neenkomo, waziphalaza iingqekembe zabatshintshi bemali waza wazibhukuqa iitafile zabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share