Mateyu 21:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Waza uYesu wangena etempileni, waphosa phandle bonke abo babethengisa nababethenga etempileni, wazibhukuqa iitafile zabatshintshi bemali nezihlalo ezide zabo babethengisa amahobe.+ Marko 11:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bafika eYerusalem. Apho wangena etempileni waza waqala ukubaphosa ngaphandle abo babethengisa nababethenga etempileni, kwaye wazibhukuqa iitafile zabatshintshi bemali nezihlalo ezide zabo babethengisa amahobe;+
12 Waza uYesu wangena etempileni, waphosa phandle bonke abo babethengisa nababethenga etempileni, wazibhukuqa iitafile zabatshintshi bemali nezihlalo ezide zabo babethengisa amahobe.+
15 Bafika eYerusalem. Apho wangena etempileni waza waqala ukubaphosa ngaphandle abo babethengisa nababethenga etempileni, kwaye wazibhukuqa iitafile zabatshintshi bemali nezihlalo ezide zabo babethengisa amahobe;+