INdumiso 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Mandibhekisele kummiselo kaYehova;Uthe kum: “Ungunyana wam;+Mna, namhlanje, ndibe nguyihlo.+ Mateyu 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Khangela! Kwakukho ilizwi+ eliphuma emazulwini lisithi: “Lo nguNyana wam,+ oyintanda,+ endikholisiweyo nguye.”+ 2 Petros 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba yamkela kuThixo uYise imbeko nozuko,+ xa kwabhekiswa kuyo amazwi anjengala evela kubungangamela bozuko: “Lo ngunyana wam, oyintanda, endikholisiweyo nguye.”+
17 Khangela! Kwakukho ilizwi+ eliphuma emazulwini lisithi: “Lo nguNyana wam,+ oyintanda,+ endikholisiweyo nguye.”+
17 Kuba yamkela kuThixo uYise imbeko nozuko,+ xa kwabhekiswa kuyo amazwi anjengala evela kubungangamela bozuko: “Lo ngunyana wam, oyintanda, endikholisiweyo nguye.”+