INdumiso 89:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kanjalo, mna ndiya kumbeka abe lizibulo,+Oyena uphakamileyo kookumkani bomhlaba.+ Marko 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 kwaza kwaphuma ilizwi emazulwini lisithi: “UnguNyana wam, oyintanda; ndikholisiwe nguwe.”+ Yohane 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko uLizwi waba yinyama+ waza wahlala phakathi kwethu, yaye salubona uzuko lwakhe, uzuko olunjengolo lonyana okuphela kozelweyo+ nguyise; kwaye wayezele bububele obungasifanelanga nayinyaniso.+ IZenzo 13:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 eso uThixo asizalisekise ngokupheleleyo kuthi bantwana babo ngokuthi avuse uYesu;+ kwananjengoko kubhaliwe kwindumiso yesibini kwathiwa, ‘Ungunyana wam, ndiye ndaba nguYihlo ngalo mhla.’+
14 Ngoko uLizwi waba yinyama+ waza wahlala phakathi kwethu, yaye salubona uzuko lwakhe, uzuko olunjengolo lonyana okuphela kozelweyo+ nguyise; kwaye wayezele bububele obungasifanelanga nayinyaniso.+
33 eso uThixo asizalisekise ngokupheleleyo kuthi bantwana babo ngokuthi avuse uYesu;+ kwananjengoko kubhaliwe kwindumiso yesibini kwathiwa, ‘Ungunyana wam, ndiye ndaba nguYihlo ngalo mhla.’+