Daniyeli 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Amahlamvu awo ayemahle, unentabalala yeziqhamo ezanela bonke abantu. Phantsi kwawo izilo zasendle+ zazifuna umthunzi,+ neentaka zamazulu zazihlala emasebeni awo,+ yaye wawusondla zonke iindidi zezidalwa. Daniyeli 4:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 nomahlamvu awo ayemahle, nesiqhamo sawo esasiyintabalala, nowawusondla zonke izidalwa; nezathi izilo zasendle zahlala phantsi kwawo, neentaka zezulu zahlala emasebeni awo,+
12 Amahlamvu awo ayemahle, unentabalala yeziqhamo ezanela bonke abantu. Phantsi kwawo izilo zasendle+ zazifuna umthunzi,+ neentaka zamazulu zazihlala emasebeni awo,+ yaye wawusondla zonke iindidi zezidalwa.
21 nomahlamvu awo ayemahle, nesiqhamo sawo esasiyintabalala, nowawusondla zonke izidalwa; nezathi izilo zasendle zahlala phantsi kwawo, neentaka zezulu zahlala emasebeni awo,+