Mateyu 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 esithi: “Guqukani,+ kuba ubukumkani bamazulu busondele.”+ Luka 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko wafika kulo lonke ilizwe elijikeleze iYordan, eshumayela ubhaptizo olufuzisela inguquko ukuze kuxolelwe izono,+ IZenzo 13:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 emva kokuba uYohane,+ ngaphambi kokungena kwaLowo,+ washumayela esidlangalaleni kubo bonke abantu bakwaSirayeli ubhaptizo olufuzisela inguquko.
3 Ngoko wafika kulo lonke ilizwe elijikeleze iYordan, eshumayela ubhaptizo olufuzisela inguquko ukuze kuxolelwe izono,+
24 emva kokuba uYohane,+ ngaphambi kokungena kwaLowo,+ washumayela esidlangalaleni kubo bonke abantu bakwaSirayeli ubhaptizo olufuzisela inguquko.