IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 3:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngaloo mihla kwafika uYohane umBhaptizi+ eshumayela entlango+ yelakwaYuda,

  • Marko 1:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 uYohane umbhaptizi wavela entlango, eshumayela ubhaptizo olufuzisela inguquko ukuze kuxolelwe izono.+

  • Luka 1:77
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 77 unike abantu bakhe ulwazi losindiso olungoxolelo lwezono zabo,+

  • IZenzo 13:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 emva kokuba uYohane,+ ngaphambi kokungena kwaLowo,+ washumayela esidlangalaleni kubo bonke abantu bakwaSirayeli ubhaptizo olufuzisela inguquko.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share