Mateyu 16:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Isizukulwana esingendawo nesikrexezayo sihlala sifuna umqondiso, kodwa asiyi kunikwa+ mqondiso ngaphandle komqondiso kaYona.”+ Wabashiya ke, wemka.+ Mateyu 27:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 “Abanye wabasindisa; yena akanako ukuzisindisa! UnguKumkani+ wakwaSirayeli; makehle ngoku kwisibonda sentuthumbo yaye siya kukholelwa kuye.+ Roma 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuthiwani ke? Ukuba bambi ababonakalisanga lukholo,+ ngaba ukuswela kwabo ukholo kuya kukuphuthisa na ukuthembeka+ kukaThixo?+
4 Isizukulwana esingendawo nesikrexezayo sihlala sifuna umqondiso, kodwa asiyi kunikwa+ mqondiso ngaphandle komqondiso kaYona.”+ Wabashiya ke, wemka.+
42 “Abanye wabasindisa; yena akanako ukuzisindisa! UnguKumkani+ wakwaSirayeli; makehle ngoku kwisibonda sentuthumbo yaye siya kukholelwa kuye.+
3 Kuthiwani ke? Ukuba bambi ababonakalisanga lukholo,+ ngaba ukuswela kwabo ukholo kuya kukuphuthisa na ukuthembeka+ kukaThixo?+