Mateyu 24:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 “Ngoko ukuba nabani na uthi kuni, ‘Khangelani! Nanku uKRISTU,’+ okanye, ‘Nankuya!’ ningakukholelwa oko.+ Marko 13:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “Kwakhona, ngoko, ukuba nabani na uthi kuni, ‘Yabonani! Nanku uKRISTU,’ ‘Yabonani! Nankuya,’+ ningakukholelwa oko.+
23 “Ngoko ukuba nabani na uthi kuni, ‘Khangelani! Nanku uKRISTU,’+ okanye, ‘Nankuya!’ ningakukholelwa oko.+
21 “Kwakhona, ngoko, ukuba nabani na uthi kuni, ‘Yabonani! Nanku uKRISTU,’ ‘Yabonani! Nankuya,’+ ningakukholelwa oko.+