Mateyu 24:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 kuba abaninzi baya kuza egameni lam, besithi, ‘NdinguKristu,’ yaye baya kulahlekisa abaninzi.+ Luka 17:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Nabantu baya kuthi kuni, ‘Nankuya phaya!’ okanye, ‘Nanku apha!’+ Musani ukuya okanye nisukelane nabo.+
23 Nabantu baya kuthi kuni, ‘Nankuya phaya!’ okanye, ‘Nanku apha!’+ Musani ukuya okanye nisukelane nabo.+