IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 55:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Mna ke, ndiya kumemeza kuThixo;+

      Yaye uYehova uya kundisindisa.+

  • Roma 12:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Yibani nemihlali ngalo ithemba.+ Yinyamezeleni imbandezelo.+ Emthandazweni zingisani.+

  • Efese 6:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 ngoxa ngazo zonke izihlandlo niqhubeka nithandaza+ ngako konke ukuthandaza nokukhunga nikuwo umoya.+ Yaye ngenxa yoko hlalani niphaphile rhoqo kwaye nikhunga ngenxa yabo bonke abo bangcwele,

  • Filipi 4:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Musani ukuxhalela nantoni na,+ kodwa ezintweni zonke zaziseni izibongozo zenu kuThixo ngomthandazo nesikhungo+ nombulelo;+

  • Kolose 4:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Zingisani emthandazweni,+ nihlale nithe qwa kuwo ninombulelo,+

  • 1 Tesalonika 5:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Thandazani ngokungapheziyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share