Mateyu 19:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko kwaziswa abantwana abaselula kuye, ukuze ababeke izandla aze athandaze; kodwa abafundi babakhalimela.+ Marko 10:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Abantu bazisa kuye abantwana abaselula ukuze abachukumise; kodwa abafundi babakhalimela.+
13 Ngoko kwaziswa abantwana abaselula kuye, ukuze ababeke izandla aze athandaze; kodwa abafundi babakhalimela.+