IZenzo 21:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Emva kokuva oku bamzukisa uThixo, baza bathi kuye: “Uyabona, mzalwana, ukuba kukho amawaka amaninzi kangakanani na amakholwa phakathi kwamaYuda; yaye onke anenzondelelo ngoMthetho.+
20 Emva kokuva oku bamzukisa uThixo, baza bathi kuye: “Uyabona, mzalwana, ukuba kukho amawaka amaninzi kangakanani na amakholwa phakathi kwamaYuda; yaye onke anenzondelelo ngoMthetho.+