Genesis 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye ndiya+ kubeka ubutshaba+ phakathi kwakho+ nomfazi+ naphakathi kwembewu yakho+ nembewu yakhe.+ Yona+ iya kukutyumza+ intloko+ uze wena+ uyityumze+ isithende.”+ INdumiso 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Uya kuziqhekeza ngentonga yobukhosi yentsimbi,+Ngokungathi sisitya sombumbi uya kuziqhekeza zibe ziingceba.”+ Isaya 60:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba naluphi na uhlanga nabo nabuphi na ubukumkani obungayi kukukhonza buya kutshabalala; neentlanga nakanjani na ziya kuphanza.+ 1 Korinte 15:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kuba umele alawule njengokumkani ade uThixo azibeke phantsi kweenyawo zakhe zonke iintshaba.+ 2 Tesalonika 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Bona aba baya kuva isohlwayo sesigwebo+ sentshabalalo engunaphakade+ bemke phambi kweNkosi nakuzuko lwamandla ayo,+ ISityhilelo 19:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Emlonyeni wakhe kuphuma ikrele+ elide elibukhali, ukuze azixabele ngalo iintlanga, azaluse ngentonga yentsimbi.+ Uxovula nesixovulelo sewayini+ yomsindo wengqumbo kaThixo+ uSomandla.
15 Yaye ndiya+ kubeka ubutshaba+ phakathi kwakho+ nomfazi+ naphakathi kwembewu yakho+ nembewu yakhe.+ Yona+ iya kukutyumza+ intloko+ uze wena+ uyityumze+ isithende.”+
9 Uya kuziqhekeza ngentonga yobukhosi yentsimbi,+Ngokungathi sisitya sombumbi uya kuziqhekeza zibe ziingceba.”+
12 Kuba naluphi na uhlanga nabo nabuphi na ubukumkani obungayi kukukhonza buya kutshabalala; neentlanga nakanjani na ziya kuphanza.+
9 Bona aba baya kuva isohlwayo sesigwebo+ sentshabalalo engunaphakade+ bemke phambi kweNkosi nakuzuko lwamandla ayo,+
15 Emlonyeni wakhe kuphuma ikrele+ elide elibukhali, ukuze azixabele ngalo iintlanga, azaluse ngentonga yentsimbi.+ Uxovula nesixovulelo sewayini+ yomsindo wengqumbo kaThixo+ uSomandla.