Efese 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Makungabikho mntu unikhohlisayo ngamazwi alambathayo,+ kuba iza ngenxa yezo zinto ingqumbo kaThixo koonyana bokungathobeli.+ 2 Tesalonika 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Makungabikho namnye unilukuhlayo nangaluphi na uhlobo, ngenxa yokuba ayiyi kuza ngaphandle kokuba kufike uwexuko+ kuqala, atyhileke+ umchasi-mthetho,+ unyana wentshabalalo.+ 2 Timoti 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa abantu abangendawo namabhedengu baya kuhambela phambili ebubini, belahlekisa yaye belahlekiswa.+ 1 Yohane 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Zintanda, musani ukuwakholelwa onke amazwi aphefumlelweyo,+ kodwa wavavanyeni amazwi aphefumlelweyo ukuze nibone enoba aphuma kuThixo kusini na,+ kuba kuye kwavela abaprofeti bobuxoki abaninzi ehlabathini.+ ISityhilelo 12:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko yaphoswa phantsi inamba+ enkulu, inyoka+ yantlandlolo, leyo ibizwa ngokuba nguMtyholi,+ noSathana,+ lowo ulahlekisa umhlaba+ omiweyo uphela; waphoswa phantsi emhlabeni,+ neengelosi zakhe zaphoswa phantsi kunye naye.
6 Makungabikho mntu unikhohlisayo ngamazwi alambathayo,+ kuba iza ngenxa yezo zinto ingqumbo kaThixo koonyana bokungathobeli.+
3 Makungabikho namnye unilukuhlayo nangaluphi na uhlobo, ngenxa yokuba ayiyi kuza ngaphandle kokuba kufike uwexuko+ kuqala, atyhileke+ umchasi-mthetho,+ unyana wentshabalalo.+
13 Kodwa abantu abangendawo namabhedengu baya kuhambela phambili ebubini, belahlekisa yaye belahlekiswa.+
4 Zintanda, musani ukuwakholelwa onke amazwi aphefumlelweyo,+ kodwa wavavanyeni amazwi aphefumlelweyo ukuze nibone enoba aphuma kuThixo kusini na,+ kuba kuye kwavela abaprofeti bobuxoki abaninzi ehlabathini.+
9 Ngoko yaphoswa phantsi inamba+ enkulu, inyoka+ yantlandlolo, leyo ibizwa ngokuba nguMtyholi,+ noSathana,+ lowo ulahlekisa umhlaba+ omiweyo uphela; waphoswa phantsi emhlabeni,+ neengelosi zakhe zaphoswa phantsi kunye naye.