IMizekeliso 3:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Akuyi kufuneka woyike nantoni na enkwantyisayo yequbuliso,+ okanye isaqhwithi phezu kwabo bangendawo, ngenxa yokuba sisiza.+ Mateyu 24:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Niza kuva ngeemfazwe neengxelo zeemfazwe; qinisekani ukuba aninkwantyi. Kuba ezi zinto zimele zenzeke, kodwa isiphelo asikabikho.+ Marko 13:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngaphezu koko, xa nisiva ngeemfazwe neengxelo zeemfazwe, ningankwantyi; ezi zinto zimele zenzeke, kodwa isiphelo asikabikho.+
25 Akuyi kufuneka woyike nantoni na enkwantyisayo yequbuliso,+ okanye isaqhwithi phezu kwabo bangendawo, ngenxa yokuba sisiza.+
6 Niza kuva ngeemfazwe neengxelo zeemfazwe; qinisekani ukuba aninkwantyi. Kuba ezi zinto zimele zenzeke, kodwa isiphelo asikabikho.+
7 Ngaphezu koko, xa nisiva ngeemfazwe neengxelo zeemfazwe, ningankwantyi; ezi zinto zimele zenzeke, kodwa isiphelo asikabikho.+