Mateyu 24:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yeha abafazi abamithiyo nabanyisa iintsana ngaloo mihla!+ Marko 13:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yeha abafazi abamithiyo nabanyisa iintsana ngaloo mihla!+ Luka 19:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 yaye ziya kukuntlala emhlabeni wena nabantwana bakho abangaphakathi kuwe,+ kwaye aziyi kushiya litye phezu kwelitye+ kuwe, ngenxa yokuba akuliqondanga ixesha lokuvelelwa kwakho.”+ Luka 23:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 UYesu waphethukela ebafazini abo waza wathi: “Zintombi zaseYerusalem, musani ukulilela mna. Kunoko, zilileleni nina nabantwana benu;+
44 yaye ziya kukuntlala emhlabeni wena nabantwana bakho abangaphakathi kuwe,+ kwaye aziyi kushiya litye phezu kwelitye+ kuwe, ngenxa yokuba akuliqondanga ixesha lokuvelelwa kwakho.”+
28 UYesu waphethukela ebafazini abo waza wathi: “Zintombi zaseYerusalem, musani ukulilela mna. Kunoko, zilileleni nina nabantwana benu;+