IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:57
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 57 ngenxa yomkhaya wakhe ophuma phakathi kwemilenze yakhe nangenxa yoonyana bakhe athe wabazala,+ kuba wobadla emfihlekweni akuba eswele yonk’ into ngenxa yengxinano nengcinezelo oluya kukurhangqa ngayo utshaba lwakho emasangweni akho.+

  • Yeremiya 9:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kuba kuvakele ilizwi lesijwili livela eZiyon, lisithi:+ “Hayi indlela esiphangwe ngayo!+ Hayi indlela esizive sineentloni ngayo! Kuba silishiyile ilizwe; kuba bazilahlile iindawo zethu zokuhlala.”+

  • Marko 13:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Yeha abafazi abamithiyo nabanyisa iintsana ngaloo mihla!+

  • Luka 19:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 yaye ziya kukuntlala emhlabeni wena nabantwana bakho abangaphakathi kuwe,+ kwaye aziyi kushiya litye phezu kwelitye+ kuwe, ngenxa yokuba akuliqondanga ixesha lokuvelelwa kwakho.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share