Daniyeli 7:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Ndaqhubeka ndibona emibonweni yasebusuku, nanko kusiza ngamafu+ amazulu uthile onjengonyana womntu;+ waza wafikelela kuNyangelemihla,+ bamsondeza ke kanye phambi Kwakhe.+
13 “Ndaqhubeka ndibona emibonweni yasebusuku, nanko kusiza ngamafu+ amazulu uthile onjengonyana womntu;+ waza wafikelela kuNyangelemihla,+ bamsondeza ke kanye phambi Kwakhe.+