Mateyu 24:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Uya kwandula ke umqondiso woNyana womntu+ ubonakale ezulwini, zandule zonke izizwe zomhlaba zizimbambazele zisenza isijwili,+ yaye ziya kumbona uNyana womntu esiza esemafini ezulu enamandla nobuqaqawuli obukhulu.+ Mateyu 26:64 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 64 UYesu wathi+ kuye: “Nawe utsho.+ Kodwa ndithi kuni, Ukususela ngoku+ niya kumbona uNyana womntu+ ehleli ngakwisandla sasekunene+ samandla, esiza ngamafu ezulu.”+ Marko 13:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Baya kwandula ke bambone uNyana womntu+ esiza emafini enamandla nobuqaqawuli obukhulu.+ Marko 14:62 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 62 Wandula ke uYesu wathi: “Ndinguye; yaye niya kumbona uNyana womntu+ ehleli ngakwisandla sasekunene+ samandla, esiza namafu ezulu.”+ Luka 21:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Yaye baya kwandula ke bambone uNyana womntu+ esiza ngelifu enamandla nobuqaqawuli obukhulu.+ ISityhilelo 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Khangela! Uza ngamafu,+ yaye onke amehlo aya kumbona,+ nabo bamhlabayo;+ zize zonke izizwe zomhlaba zizimbambazele zisentlungwini ngenxa yakhe.+ Ewe, Amen.
30 Uya kwandula ke umqondiso woNyana womntu+ ubonakale ezulwini, zandule zonke izizwe zomhlaba zizimbambazele zisenza isijwili,+ yaye ziya kumbona uNyana womntu esiza esemafini ezulu enamandla nobuqaqawuli obukhulu.+
64 UYesu wathi+ kuye: “Nawe utsho.+ Kodwa ndithi kuni, Ukususela ngoku+ niya kumbona uNyana womntu+ ehleli ngakwisandla sasekunene+ samandla, esiza ngamafu ezulu.”+
62 Wandula ke uYesu wathi: “Ndinguye; yaye niya kumbona uNyana womntu+ ehleli ngakwisandla sasekunene+ samandla, esiza namafu ezulu.”+
7 Khangela! Uza ngamafu,+ yaye onke amehlo aya kumbona,+ nabo bamhlabayo;+ zize zonke izizwe zomhlaba zizimbambazele zisentlungwini ngenxa yakhe.+ Ewe, Amen.