1 Tesalonika 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba nazi kakuhle ukuba imini kaYehova+ iza kanye njengesela ebusuku.+ 2 Petros 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke yona imini kaYehova+ iya kuza njengesela,+ ekuya kuthi ngayo amazulu adlule+ eqhuqhumba,+ neziqalelo ezishushu kakhulu zichithakale,+ uze wona umhlaba,+ nemisebenzi ekuwo, ibhencwe.+
10 Ke yona imini kaYehova+ iya kuza njengesela,+ ekuya kuthi ngayo amazulu adlule+ eqhuqhumba,+ neziqalelo ezishushu kakhulu zichithakale,+ uze wona umhlaba,+ nemisebenzi ekuwo, ibhencwe.+