Mateyu 26:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko omnye wabalishumi elinesibini, lowo ubizwa ngokuthi nguYudas Skariyoti,+ waya kubabingeleli abaziintloko Marko 14:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Waza uYudas Skariyoti, omnye wabalishumi elinesibini, waya kubabingeleli abaziintloko ukuze amngcatshe kubo.+ Yohane 6:70 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 70 UYesu wabaphendula wathi: “Ndaninyula nina balishumi elinesibini,+ akunjalo? Kanti omnye wenu ungumnyelisi.”+ Yohane 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko, ngoxa kwakuqhubeka isidlo sangokuhlwa, sele uMtyholi ekufakile entliziyweni kaYudas Skariyoti,+ unyana kaSimon, ukuba amngcatshe,+ Yohane 13:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Yaye emva kweqhekeza wandula ke uSathana wangena kuye.+ UYesu, ke ngoko, wathi kuye: “Oko ukwenzayo kwenze ngokukhawuleza.” IZenzo 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ngenxa yokuba wayebalelwe phakathi kwethu+ yaye wasizuza isabelo sobu bulungiseleli.+
14 Ngoko omnye wabalishumi elinesibini, lowo ubizwa ngokuthi nguYudas Skariyoti,+ waya kubabingeleli abaziintloko
10 Waza uYudas Skariyoti, omnye wabalishumi elinesibini, waya kubabingeleli abaziintloko ukuze amngcatshe kubo.+
70 UYesu wabaphendula wathi: “Ndaninyula nina balishumi elinesibini,+ akunjalo? Kanti omnye wenu ungumnyelisi.”+
2 Ngoko, ngoxa kwakuqhubeka isidlo sangokuhlwa, sele uMtyholi ekufakile entliziyweni kaYudas Skariyoti,+ unyana kaSimon, ukuba amngcatshe,+
27 Yaye emva kweqhekeza wandula ke uSathana wangena kuye.+ UYesu, ke ngoko, wathi kuye: “Oko ukwenzayo kwenze ngokukhawuleza.”