IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Zekariya 11:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ndandula ke ndathi kuwo: “Ukuba kulungile emehlweni enu,+ ndinikeni umvuzo wam; kodwa ukuba akunjalo, yekani.” Yaye wandihlawula umvuzo wam, amaqhosha esilivere angamashumi amathathu.+

  • Mateyu 26:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 waza wathi: “Niya kundinika ntoni ukuze ndimngcatshe kuni?”+ Bammisela amashumi amathathu amaqhosha esilivere.+

  • 1 Timoti 6:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuba ukuthanda+ imali yingcambu+ yazo zonke iintlobo zobubi,+ yaye ngenxa yokusukelana nolo thando bambi baye balahlekana nokholo, bezingxwelerha ngeentlungu ezininzi.+

  • Yuda 11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yeha ke bona, ngenxa yokuba baye bahamba ngomendo kaKayin,+ yaye baye bagxalathelana ukuya kwikhondo lesiphoso sikaBhileham+ ngenxa yomvuzo, yaye baye batshabalala kwintetho yemvukelo+ kaKora!+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share