Genesis 37:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Bamkhweletela+ ke abantakwabo, kodwa yena uyise waligcina elo lizwi.+ Luka 1:66 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 66 kwaye bonke abo bevayo bakuphawula oku ezintliziyweni zabo,+ besithi: “Ngokwenene uya kuba yintoni na lo mntwana uselula?” Kuba eneneni isandla+ sikaYehova sasinaye. Luka 2:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Wehla kunye nabo waza wafika eNazarete, yaye waqhubeka ezithobile+ kubo. Unina wawagcina ngenyameko onke la mazwi entliziyweni yakhe.+
66 kwaye bonke abo bevayo bakuphawula oku ezintliziyweni zabo,+ besithi: “Ngokwenene uya kuba yintoni na lo mntwana uselula?” Kuba eneneni isandla+ sikaYehova sasinaye.
51 Wehla kunye nabo waza wafika eNazarete, yaye waqhubeka ezithobile+ kubo. Unina wawagcina ngenyameko onke la mazwi entliziyweni yakhe.+