Genesis 37:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Bamkhweletela+ ke abantakwabo, kodwa yena uyise waligcina elo lizwi.+ Daniyeli 7:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 “Iphela apho ke le nkcazelo. Mna ke, Daniyeli, iingcamango zam zandothusa kakhulu, kangangokuba nebala lolusu lwam laguquka; kodwa yona le nkcazelo ndayigcina entliziyweni yam.”+ Luka 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 kodwa uMariya wawagcina onke la mazwi, ezenzela izigqibo entliziyweni yakhe.+
28 “Iphela apho ke le nkcazelo. Mna ke, Daniyeli, iingcamango zam zandothusa kakhulu, kangangokuba nebala lolusu lwam laguquka; kodwa yona le nkcazelo ndayigcina entliziyweni yam.”+