Luka 9:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 waza wathi kubo: “Nabani na owamkela lo mntwana uselula egameni lam wamkela nam, yaye nabani na owamkela mna wamkela nalowo wandithumayo.+ Kuba lowo uziphatha njengomncinane+ phakathi kwenu nonke nguye omkhulu.”+
48 waza wathi kubo: “Nabani na owamkela lo mntwana uselula egameni lam wamkela nam, yaye nabani na owamkela mna wamkela nalowo wandithumayo.+ Kuba lowo uziphatha njengomncinane+ phakathi kwenu nonke nguye omkhulu.”+