Mateyu 19:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 UYesu wathi kubo: “Inene ndithi kuni, Ekudalweni okutsha, xa uNyana womntu ehlala phantsi kwitrone yakhe ezukileyo, nina eniye nandilandela niya kuhlala kwiitrone ezilishumi elinesibini, nigweba izizwe ezilishumi elinesibini zakwaSirayeli.+ 1 Korinte 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Okanye anazi na ukuba abo bangcwele baya kugweba+ ihlabathi?+ Yaye ukuba ihlabathi liza kugwetywa nini, anifaneleki na ukugweba izinto ezingenamsebenzi kakhulu?+ ISityhilelo 2:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yaye lowo woyisayo nogcina izenzo zam kude kuse ekupheleni+ ndiya kumnika igunya phezu kweentlanga,+ ISityhilelo 3:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Lowo woyisayo+ ndiza kumnika ukuba ahlale nam phantsi kwitrone yam,+ kwanjengoko nam ndoyisayo ndaza ndahlala phantsi+ noBawo kwitrone yakhe.+ ISityhilelo 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Unoyolo+ yaye ungcwele+ lowo unesabelo kuvuko lokuqala; ukufa kwesibini+ akunagunya+ kubo, kodwa baya kuba ngababingeleli+ bakaThixo nabakaKRISTU, balawule njengookumkani kunye naye iminyaka eliwaka.+
28 UYesu wathi kubo: “Inene ndithi kuni, Ekudalweni okutsha, xa uNyana womntu ehlala phantsi kwitrone yakhe ezukileyo, nina eniye nandilandela niya kuhlala kwiitrone ezilishumi elinesibini, nigweba izizwe ezilishumi elinesibini zakwaSirayeli.+
2 Okanye anazi na ukuba abo bangcwele baya kugweba+ ihlabathi?+ Yaye ukuba ihlabathi liza kugwetywa nini, anifaneleki na ukugweba izinto ezingenamsebenzi kakhulu?+
26 Yaye lowo woyisayo nogcina izenzo zam kude kuse ekupheleni+ ndiya kumnika igunya phezu kweentlanga,+
21 Lowo woyisayo+ ndiza kumnika ukuba ahlale nam phantsi kwitrone yam,+ kwanjengoko nam ndoyisayo ndaza ndahlala phantsi+ noBawo kwitrone yakhe.+
6 Unoyolo+ yaye ungcwele+ lowo unesabelo kuvuko lokuqala; ukufa kwesibini+ akunagunya+ kubo, kodwa baya kuba ngababingeleli+ bakaThixo nabakaKRISTU, balawule njengookumkani kunye naye iminyaka eliwaka.+