Mateyu 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Mabufike ubukumkani bakho.+ Makwenzeke ukuthanda+ kwakho nasemhlabeni,+ njengasezulwini. Marko 14:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Yaye waqhubeka wathi: “Abha, Bawo,+ zonke izinto zinokwenzeka kuwe; yishenxise le ndebe kum. Noko ke makungabi kokuthandwa ndim, makube kukuthanda kwakho.”+ Yohane 5:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Andinakwenza nanye into ngokwam; kanye njengoko ndivayo, ndiyagweba; yaye umgwebo endiwuphumezayo ngowobulungisa,+ ngenxa yokuba ndifuna, kungekhona ukuthanda kwam, kodwa ukuthanda+ kwalowo undithumileyo. Yohane 6:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 ngenxa yokuba ezulwini+ ndihlele ukuza kwenza, kungekhona ukuthanda kwam, kodwa ukuthanda kwalowo wandithumayo.+
36 Yaye waqhubeka wathi: “Abha, Bawo,+ zonke izinto zinokwenzeka kuwe; yishenxise le ndebe kum. Noko ke makungabi kokuthandwa ndim, makube kukuthanda kwakho.”+
30 Andinakwenza nanye into ngokwam; kanye njengoko ndivayo, ndiyagweba; yaye umgwebo endiwuphumezayo ngowobulungisa,+ ngenxa yokuba ndifuna, kungekhona ukuthanda kwam, kodwa ukuthanda+ kwalowo undithumileyo.
38 ngenxa yokuba ezulwini+ ndihlele ukuza kwenza, kungekhona ukuthanda kwam, kodwa ukuthanda kwalowo wandithumayo.+