IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 26:64
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 64 UYesu wathi+ kuye: “Nawe utsho.+ Kodwa ndithi kuni, Ukususela ngoku+ niya kumbona uNyana womntu+ ehleli ngakwisandla sasekunene+ samandla, esiza ngamafu ezulu.”+

  • Marko 14:62
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 62 Wandula ke uYesu wathi: “Ndinguye; yaye niya kumbona uNyana womntu+ ehleli ngakwisandla sasekunene+ samandla, esiza namafu ezulu.”+

  • IZenzo 2:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Ngoko ke ngenxa yokuba waphakanyiselwa ngasekunene kukaThixo+ waza wamkela kuYise+ umoya oyingcwele owawuthenjisiwe, uthulule oku nikubonayo nenikuvayo.

  • IZenzo 7:55
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 55 Kodwa, ezele ngumoya oyingcwele, wondela ezulwini waza walubona uzuko lukaThixo noYesu emi ngasekunene kukaThixo,+

  • Roma 8:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Ngubani na ke oya kugwebela isohlwayo? UKristu Yesu ngulowo wafayo, ewe, enyanisweni lowo wavuswayo kwabafileyo, okwisandla sasekunene+ sikaThixo, nosibongozelayo.+

  • Kolose 3:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Noko ke, ukuba navuswa+ kunye noKRISTU, qhubekani nifuna izinto zaphezulu,+ apho ahleli khona uKRISTU ngasekunene kukaThixo.+

  • Hebhere 1:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Uyimbonakaliso yozuko lwakhe+ nembonakaliso yoko kanye akuko,+ yaye uthwala zonke izinto ngelizwi lamandla akhe;+ uthe ke akuba ezisulungekisile izono zethu+ wahlala phantsi kwisandla sasekunene+ sobuNgangamsha kwiindawo eziphakamileyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share