IMizekeliso 25:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Unjengegqudu lokulwa nekrele notolo oluloliweyo umntu ongqina ubugqina bobuxoki ngedlelane lakhe.+ Marko 12:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wandula ke uYesu wathi: “Buyiselani izinto zikaKesare kuKesare,+ kodwa izinto zikaThixo kuThixo.”+ Kwaye bamangaliswa nguye.+
18 Unjengegqudu lokulwa nekrele notolo oluloliweyo umntu ongqina ubugqina bobuxoki ngedlelane lakhe.+
17 Wandula ke uYesu wathi: “Buyiselani izinto zikaKesare kuKesare,+ kodwa izinto zikaThixo kuThixo.”+ Kwaye bamangaliswa nguye.+