Yoweli 2:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 “Kuya kuthi emva koko ndithululele umoya wam+ phezu kwalo lonke uhlobo lwenyama,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuprofeta oonyana benu neentombi zenu.+ Wona ke amadoda enu amadala, aya kuphupha amaphupha. Bona ke abafana benu, baya kubona imibono. Yohane 14:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 ndiza kumcela uBawo yaye uya kuninika omnye umncedi wokuba kunye nani ngonaphakade,+ IZenzo 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoxa wayehlanganisene nabo wabanika le miyalelo: “Ningemki eYerusalem,+ kodwa hlalani nilindele oko kuthenjiswe+ nguBawo, oko neva ngako kum; IZenzo 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 baza bonke bazaliswa ngumoya oyingcwele,+ baqala ukuthetha ngeelwimi ezahlukileyo,+ kanye njengoko umoya wawubanika ukuba bathethe amazwi.
28 “Kuya kuthi emva koko ndithululele umoya wam+ phezu kwalo lonke uhlobo lwenyama,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuprofeta oonyana benu neentombi zenu.+ Wona ke amadoda enu amadala, aya kuphupha amaphupha. Bona ke abafana benu, baya kubona imibono.
4 Ngoxa wayehlanganisene nabo wabanika le miyalelo: “Ningemki eYerusalem,+ kodwa hlalani nilindele oko kuthenjiswe+ nguBawo, oko neva ngako kum;
4 baza bonke bazaliswa ngumoya oyingcwele,+ baqala ukuthetha ngeelwimi ezahlukileyo,+ kanye njengoko umoya wawubanika ukuba bathethe amazwi.