IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kronike 24:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ezi yayizizigxina zabo+ enkonzweni yabo,+ ukuba bangene endlwini kaYehova ngokwelungelo eliyimfanelo+ yabo ngesandla sika-Aron ukhokho wabo, kanye njengoko uYehova uTHIXO kaSirayeli wamyalelayo.

  • 2 Kronike 8:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngaphezu koko, wamisa izahlulo+ zababingeleli kwiinkonzo zabo ngokommiselo kaDavide uyise,+ nabaLevi+ kwizigxina ababesebenza kuzo, ukudumisa+ nokulungiselela+ phambi kwababingeleli njengokulindelekileyo mihla le,+ nabagcini-masango kwizahlulo zabo kumasango awahlukeneyo,+ kuba lowo yayingumyalelo kaDavide umntu kaTHIXO oyinyaniso.

  • 2 Kronike 31:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Wandula uHezekiya wamisa izahlulo+ zababingeleli nezabaLevi+ ngezahlulo zabo, ngasinye ngokwenkonzo yaso yababingeleli+ nabaLevi+ ngokomnikelo otshiswayo+ nemibingelelo yobudlelane+ ukulungiselela+ nokubulela+ nokudumisa+ emasangweni eenkampu zikaYehova.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share