Genesis 29:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Uphindile kwakhona wamitha, wazala unyana waza wathi: “Ngesi sihlandlo ndiya kumbonga uYehova.” Ngoko ke wamthiya igama elinguYuda.+ Emva koko wayeka ukuzala. Rute 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwaye yanga indlu yakho ingaba njengekaPeretse, uTamare awamzalela uYuda,+ kwinzala aya kukunika yona uYehova ngalo mfazana.”+ 1 Kronike 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yena uTamare+ umolokazana wakhe wamzalela uPeretse+ noZera. Bebonke oonyana bakaYuda babebahlanu. Mateyu 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 uYuda wazala uPeretse+ noZera ngoTamare;uPeretse wazala uHetseron;+uHetseron wazala uRam;+
35 Uphindile kwakhona wamitha, wazala unyana waza wathi: “Ngesi sihlandlo ndiya kumbonga uYehova.” Ngoko ke wamthiya igama elinguYuda.+ Emva koko wayeka ukuzala.
12 Kwaye yanga indlu yakho ingaba njengekaPeretse, uTamare awamzalela uYuda,+ kwinzala aya kukunika yona uYehova ngalo mfazana.”+