IMizekeliso 15:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Umbingelelo wabangendawo yinto ecekisekayo kuYehova,+ kodwa umthandazo wabathe tye uyakholiswa nguwo.+ IMizekeliso 15:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 UYehova ukude nabangendawo,+ kodwa umthandazo wamalungisa uyawuva.+ Daniyeli 9:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Uthe usaqala nje ukubongoza kwaphuma ilizwi, yaye mna ndize kukuchazela ngalo, kuba ungonqweneleka kakhulu.+ Ngoko nikela ingqalelo+ koku, uze uwuqonde lo mbono.
8 Umbingelelo wabangendawo yinto ecekisekayo kuYehova,+ kodwa umthandazo wabathe tye uyakholiswa nguwo.+
23 Uthe usaqala nje ukubongoza kwaphuma ilizwi, yaye mna ndize kukuchazela ngalo, kuba ungonqweneleka kakhulu.+ Ngoko nikela ingqalelo+ koku, uze uwuqonde lo mbono.