Mateyu 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wathi kubo: “Anizange nikufunde na oko kwenziwa nguDavide xa yena nabantu awayekunye nabo bathi balamba?+ Marko 2:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa wathi kubo: “Anizange nakanye na nifunde oko kwenziwa nguDavide+ xa wayeswele, elambile, yena nabantu ababekunye naye?+
3 Wathi kubo: “Anizange nikufunde na oko kwenziwa nguDavide xa yena nabantu awayekunye nabo bathi balamba?+
25 Kodwa wathi kubo: “Anizange nakanye na nifunde oko kwenziwa nguDavide+ xa wayeswele, elambile, yena nabantu ababekunye naye?+