IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 13:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Leyo ke ihlwayelwe emhlabeni omhle, ngulowo ulivayo ilizwi aliqonde, aze ngokwenene avelise isiqhamo, omnye avelise ikhulu, omnye amashumi amathandathu, omnye amashumi amathathu.”+

  • Marko 4:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ekugqibeleni, leyo ihlwayelwe kumhlaba omhle ngabo baphulaphula ilizwi baze balamkele kakuhle yaye bathwale isiqhamo ngokuphindwe kangangamashumi amathathu namashumi amathandathu nekhulu.”+

  • Hebhere 10:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Kuba kufuneka ninyamezele,+ ukuze, nakuba nikwenzile ukuthanda kukaThixo,+ namkele inzaliseko yesithembiso.+

  • ISityhilelo 3:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngenxa yokuba uligcinile ilizwi elingonyamezelo lwam,+ nam ndiya kukugcina+ ngelixa lovavanyo, eliza kuwufikela umhlaba omiweyo uphela, ukuvavanya abo bahleliyo emhlabeni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share