Luka 8:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Leyo ke ikumhlaba omhle, ngabo bathi, emva kokuliva ilizwi ngentliziyo entle nelungileyo,+ baligcine baze bathwale isiqhamo ngonyamezelo.+ Luka 21:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngokunyamezela kwenu niya kuyizuza imiphefumlo yenu.+ 2 Timoti 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 ukuba siyaqhubeka sinyamezela, siya kulawula ndawonye njengookumkani;+ ukuba siyakhanyela,+ naye uya kusikhanyela; Hebhere 10:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Kuba kufuneka ninyamezele,+ ukuze, nakuba nikwenzile ukuthanda kukaThixo,+ namkele inzaliseko yesithembiso.+ Hebhere 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Eneneni, mqwalaseleni ngokusondeleyo lowo uye wayinyamezela intetho enjalo yokuchasa+ yaboni ngokunxamnye nezilangazelelo zabo, ukuze ningadinwa nize nityhafe emiphefumlweni yenu.+
15 Leyo ke ikumhlaba omhle, ngabo bathi, emva kokuliva ilizwi ngentliziyo entle nelungileyo,+ baligcine baze bathwale isiqhamo ngonyamezelo.+
12 ukuba siyaqhubeka sinyamezela, siya kulawula ndawonye njengookumkani;+ ukuba siyakhanyela,+ naye uya kusikhanyela;
36 Kuba kufuneka ninyamezele,+ ukuze, nakuba nikwenzile ukuthanda kukaThixo,+ namkele inzaliseko yesithembiso.+
3 Eneneni, mqwalaseleni ngokusondeleyo lowo uye wayinyamezela intetho enjalo yokuchasa+ yaboni ngokunxamnye nezilangazelelo zabo, ukuze ningadinwa nize nityhafe emiphefumlweni yenu.+