IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 12:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Lowo ungekho ngakum unxamnye nam, nalowo ungahlanganisi kunye nam uyachithachitha.+

  • Luka 11:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Lowo ungekho ngakum unxamnye nam, nalowo ungahlanganisi kunye nam uyachithachitha.+

  • 1 Korinte 12:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngoko ke yiqondeni into yokuba akukho bani uthetha ngokuqhutywa ngumoya kaThixo unokuthi: “UYesu uqalekisiwe!”+ yaye kungekho bani unokuthi: “UYesu uyiNkosi!” engaqhutywa ngumoya oyingcwele.+

  • Filipi 1:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kuthiweni ke? Akukhathaliseki nokuba bakwenza oko ngenkwalambisa+ okanye ngokunyanisekileyo, oko nje uKristu evakaliswa,+ ndinemihlali. Enyanisweni, ndisaza kuqhubeka ndinemihlali,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share