Eksodus 16:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Waza waqhubeka wathi uMoses: “Kothi ngokuhlwa uYehova aninike inyama nidle, nesonka kusasa nide nanele, kuba uYehova ukuvile ukumbombozela kwenu enimmbombozelele ngako. Singoobani na ke thina? Asisithi, kodwa nguYehova enimmbombozeleleyo.”+ Yohane 12:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Lowo undigatyayo mna aze angawamkeli amazwi am unaye lowo umgwebayo. Ilizwi+ endilithethileyo lilo eliya kumgweba ngomhla wokugqibela; Yohane 15:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Lowo undithiyileyo mna umthiyile noBawo.+ 1 Tesalonika 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko ke, umntu okugatyayo+ oku, ugatya, kungekhona umntu, kodwa uThixo,+ oninika umoya wakhe oyingcwele.+
8 Waza waqhubeka wathi uMoses: “Kothi ngokuhlwa uYehova aninike inyama nidle, nesonka kusasa nide nanele, kuba uYehova ukuvile ukumbombozela kwenu enimmbombozelele ngako. Singoobani na ke thina? Asisithi, kodwa nguYehova enimmbombozeleleyo.”+
48 Lowo undigatyayo mna aze angawamkeli amazwi am unaye lowo umgwebayo. Ilizwi+ endilithethileyo lilo eliya kumgweba ngomhla wokugqibela;
8 Ngoko ke, umntu okugatyayo+ oku, ugatya, kungekhona umntu, kodwa uThixo,+ oninika umoya wakhe oyingcwele.+