IZenzo 16:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yakwenza oku kangangemihla emininzi. Ekugqibeleni uPawulos wadinwa koku+ waza wajika wathi kuloo moya: “Ndiyakuyalela egameni likaYesu Kristu ukuba uphume kuye.”+ Kwaye waphuma kanye ngelo lixa.+
18 Yakwenza oku kangangemihla emininzi. Ekugqibeleni uPawulos wadinwa koku+ waza wajika wathi kuloo moya: “Ndiyakuyalela egameni likaYesu Kristu ukuba uphume kuye.”+ Kwaye waphuma kanye ngelo lixa.+