Marko 1:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngoko waphilisa abaninzi ababegula zizifo ezahlukahlukeneyo,+ waza wakhupha iidemon ezininzi, kodwa wayengazivumeli iidemon zithethe, ngenxa yokuba zazimazi ukuba unguKristu.+ Luka 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wandula ke wababizela ndawonye abalishumi elinesibini waza wabanika amandla negunya phezu kwazo zonke iidemon nokuphilisa izifo.+ Luka 10:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Bandula ke abangamashumi asixhenxe babuya benovuyo, besithi: “Nkosi, kwaneedemon zisithobele+ egameni lakho.”
34 Ngoko waphilisa abaninzi ababegula zizifo ezahlukahlukeneyo,+ waza wakhupha iidemon ezininzi, kodwa wayengazivumeli iidemon zithethe, ngenxa yokuba zazimazi ukuba unguKristu.+
9 Wandula ke wababizela ndawonye abalishumi elinesibini waza wabanika amandla negunya phezu kwazo zonke iidemon nokuphilisa izifo.+
17 Bandula ke abangamashumi asixhenxe babuya benovuyo, besithi: “Nkosi, kwaneedemon zisithobele+ egameni lakho.”