Yohane 20:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kodwa le iye yabhalwa phantsi+ ukuze nikholwe ukuba uYesu unguye uKRISTU uNyana kaThixo, nokuze, ngenxa yokukholwa,+ nibe nobomi ngegama lakhe. IZenzo 18:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Yena wayeyalelwe ngomlomo indlela kaYehova yaye, njengoko wayevutha ngumoya,+ wayehamba ethetha kwaye efundisa ngokuchanileyo izinto ezingoYesu, kodwa eqhelene nobhaptizo lukaYohane+ kuphela. Galati 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noko ke, lowo ufundiswa ilizwi ngomlomo+ makabelane+ nalowo ufundisayo+ ngeento zonke ezilungileyo anazo.
31 Kodwa le iye yabhalwa phantsi+ ukuze nikholwe ukuba uYesu unguye uKRISTU uNyana kaThixo, nokuze, ngenxa yokukholwa,+ nibe nobomi ngegama lakhe.
25 Yena wayeyalelwe ngomlomo indlela kaYehova yaye, njengoko wayevutha ngumoya,+ wayehamba ethetha kwaye efundisa ngokuchanileyo izinto ezingoYesu, kodwa eqhelene nobhaptizo lukaYohane+ kuphela.
6 Noko ke, lowo ufundiswa ilizwi ngomlomo+ makabelane+ nalowo ufundisayo+ ngeento zonke ezilungileyo anazo.