Marko 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Bathumela kuye abathile babaFarisi nabeqela labalandeli bakaHerode,+ ukuze bambambise ngentetho yakhe.+ Luka 20:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Emva kokumqwalasela ngokusondeleyo, bathuma abantu abaqeshwe ngokufihlakeleyo ukuba benze ngathi bangamalungisa, ukuze bambambise+ ngentetho, khon’ ukuze bamnikele kurhulumente nakwigunya lerhuluneli.+
13 Bathumela kuye abathile babaFarisi nabeqela labalandeli bakaHerode,+ ukuze bambambise ngentetho yakhe.+
20 Emva kokumqwalasela ngokusondeleyo, bathuma abantu abaqeshwe ngokufihlakeleyo ukuba benze ngathi bangamalungisa, ukuze bambambise+ ngentetho, khon’ ukuze bamnikele kurhulumente nakwigunya lerhuluneli.+