IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 49:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kuba ebudeni bokudla kwakhe ubomi waqhubeka ewusikelela umphefumlo wakhe;+

      (Yaye abantu baya kukubonga ngenxa yokuba uzenzela okuhle)+

  • INtshumayeli 11:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yiba nemihlali,+ mfana, ebutsheni bakho, uyenzele okulungileyo intliziyo yakho ngemihla yobufana bakho, uze uhambe ngeendlela zentliziyo yakho nangokubona kwamehlo akho.+ Kodwa yazi ukuba ngenxa yezi zinto zonke uTHIXO oyinyaniso uya kukusa ekugwetyweni.+

  • Luka 16:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “Kwaye kukho umntu othile+ osisityebi, yaye wayedla ngokuvatha ezimfusa nelinen, eziyolisa imihla ngemihla ngobungangamela.+

  • Yakobi 4:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Yizani kaloku, nina bathi: “Namhlanje okanye ngomso siza kuya kwisixeko esithile, sihlale unyaka wonke, size sishishine sizuze ingeniso,”+

  • Yakobi 5:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Niye naphila kubunewunewu emhlabeni, nazinikela kuyolo lwenkanuko yenyama.+ Nizityebisile iintliziyo zenu ngomhla wokuxhela.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share