Mateyu 16:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 yaye kusasa nithi, ‘Iza kuba yimozulu yobusika, enemvula namhlanje, kuba isibhakabhaka sibomvu okomlilo, kodwa lisibekele.’ Niyakwazi ukutolika imbonakalo yesibhakabhaka, kodwa imiqondiso yamaxesha aninako ukuyitolika.]]+ Luka 19:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 esithi: “Akwaba wena, wena kanye, ubuziqondile+ ngale mini izinto ezinento yokwenza noxolo—kodwa ngoku zifihliwe emehlweni akho.+
3 yaye kusasa nithi, ‘Iza kuba yimozulu yobusika, enemvula namhlanje, kuba isibhakabhaka sibomvu okomlilo, kodwa lisibekele.’ Niyakwazi ukutolika imbonakalo yesibhakabhaka, kodwa imiqondiso yamaxesha aninako ukuyitolika.]]+
42 esithi: “Akwaba wena, wena kanye, ubuziqondile+ ngale mini izinto ezinento yokwenza noxolo—kodwa ngoku zifihliwe emehlweni akho.+